Isixhosa NCV Level 4 Past Exam Papers & Learning Material

Isixhosa NCV Level 4 Past Exam Papers with memorandums & Learning Material in pdf downloadable format for Term 1 (March) , Term 2 (June), Term 3 (September), and Term 4 (November). Bubunzululwazi bokwabelana nokufumana izimvo, ulwazi oluyinyaniso, iimvakalelo, nengqiqo ngempumelelo ngkusebenzisa amajelo eendaba ohlukeneyo. Esi sifundo siza kuphuhlisa ezi zakhono ngenjongo yokunxibelelana ngokufanelekileyo kwimeko yentlalo yabantu ngokunjalo nakwimeko-bume yomsebenzi. Kuza kujonganwa nezi ndlela zilandelayo zokufunda nolwimi: ukuMamela nokuThetha; ukuBhala nokwenza iNkcaza; ukuFunda nokuBukela, kunye nokusebenzisa ulwimi njengesixhobo sokunxibelelana nokufunda.. Isixhosa (Language) is a  Level 4 subject.

Le yinkqubo yokufundiswa ethatha isithuba sonyaka omnye nebandakanya iiyure ezingama-200 zokufunda nokufundisa. Isifundo kunokwenzeka/kusenokungenzeki ukuba sifundiswe ngamaxesha athile ukuba zonke iinkcukacha eziyimfuneko zohlolo ezichazwe ngezantsi apha ziyathotyelwa.
Kuyimfuneko ukuba abafundi abaneemfuno ezizodwa zokufundiswa (LSEN) babonelelwe ngendlela eya kuthintela imiqobo yokufunda.

Isixhosa Level 4 Past Exam Papers and Memos

2020 papers

2019 papers

My Courses

Free past exam papers, memos, study guides and worksheets for South African learners, plus course and university information for school leavers.

© 2026 My Courses. All rights reserved.